Luke 9:17 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Batya bahluta bonke: kanjalo kwasuswa amaqezu aseleyo kubo, izitya zazilishumi linazibini.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Badla bahlutha bonke; kwasuswa okuseleyo kubo izitya zamaqhekeza zalishumi elinazibini.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Batya bahlutha bonke, kwaza kwasuswa okuseleyo kubo izitya zamaqhekeza zalishumi elinazibini.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Badla ke bahlutha bonke, kwaza kwaqokelelwa iingobozi ezilishumi elinambini zokutya okuseleyo.