Luke 9:23 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wabesiti kanjalo kubo bonke: Ukuba umntu uyafuna ukuza emva kwam, makazikanyeze, apate ikuruse yake imihla ngemihla, andilandele.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wayesithi ke kubo bonke, Ukuba ubani uthanda ukundilandela, makazincame, awuthwale umnqamlezo wakhe imihla ngemihla, andilandele ke.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wayesithi ke kubo bonke, Ukuba ubani uthanda ukundilandela, makazincame, awuthwale umnqamlezo wakhe imihla ngemihla, andilandele ke.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UYesu ke wabhekisa kubo bonke wathi: “Osukuba ethanda ukundilandela makazincame, awuthwale umnqamlezo wakhe imihla ngemihla, andilandele;