Luke 9:36 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Lati lakuba lidlule ilizwi, wafunyanwa u‐Yesu eyedwa. Baza bona bati cwaka, abatyela mntu kanjako kwezontsuku nanye yezozinto bazibonileyo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Lakuba libekho izwi elo, wafunyanwa uYesu eyedwa. Bahlala bathi cwaka bona, ababikela mntu ngaloo mihla kwizinto ababezibonile.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Lakuba libekho izwi elo, wafunyanwa uYesu eyedwa. Bagcina ke bona, ababikela mntu ngaloo mihla kwizinto ababezibonile.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Lakutsho ke elo lizwi, uYesu bambona seleyedwa. Abafundi bazigcina ezo zinto babezibonile, àbaxelela mntu ngazo ngaloo mihla.