Luke 9:38 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kekaloku bona ke, indoda yasesihlweleni yamemeza, isiti: Mfundisi! ndiyakukunga, kangela unyana wam; ngokuba ekupela kwomntwana wam.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kwabonakala kuvela indoda esihlweleni apho, yankqangaza isithi, Mfundisi, ndiyakukhunga, mbone unyana wam; kuba ndimzele wamnye.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kwabonakala kuvela indoda esihlweleni apho, yankqangaza isithi, Mfundisi, ndiyakukhunga, mbone unyana wam;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kwavela indoda esihlweleni apho, ikhwaza isithi: “Mfundisi, ndiyakubongoza, khawundincede ngonyana wam okuphela kwakhe.