Luke 9:41 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wapendula u‐Yesu wati: Sizukulwana esingakolwayo ezigwenxa! ndobako kuni ndininyamezele kude kube ninina? zisela apa unyana wako.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Waphendula uYesu wathi, Sizukulwanandini singakholwayo, sigwenxa, koda kube nini na ndikuni, ndininyamezele? Mzise apha unyana wakho.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Waphendula uYesu wathi, Sizukulwanandini singakholwayo, sigwenxa, koda kube nini na ndikuni, ndininyamezele? Mzise apha unyana wakho.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Waphendula uYesu wathi: “Sizukulwanandini esingakholwayo, esigwenxa, koda kube nini na ndinani, ndininyamezele? Mzise apha unyana wakho.”