Luke 9:43 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Babemangaliswa ke bonke pezu kwobukulu bukatixo. Kanti bakuba bonke bebetela nqa zonke ezozinto wazenzayo u‐Yesu, wati kubadisipile bake:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Bakhwankqiswa ke bonke bubungangamela bukaThixo. Bakubon ukuba bamangalisiwe bonke zizinto zonke awazenzayo uYesu, wathi kubafundi bakhe,
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Bakhwankqiswa ke bonke bubungangamela bukaThixo. Bakubon’ ukuba bamangalisiwe bonke zizinto zonke awazenzayo uYesu, wathi kubafundi bakhe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Batsho bamangaliswa ke bonke kukusebenza kwamandla kaThixo. Ke bonke babemangalisiwe zizinto zonke awayezenza uYesu; waza wathi kubafundi bakhe: