Luke 9:44 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wabekeleni nina lamazwi indlebe zenu: ngokuba unyana wesintu eza kunikelwa ezandleni zabantu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wabekeleni nina iindlebe la mazwi; kuba uNyana woMntu uza kunikelwa ezandleni zabantu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wabekeleni nina iindlebe la mazwi; kuba uNyana woMntu uza kunikelwa ezandleni zabantu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Waphulaphuleni kakuhle la mazwi: *uNyana woLuntu wonikelwa ezandleni zabantu.”