Luke 9:45 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa bebengaqondi isiteto esi; saye sibafihlelwe, bada abasiva; bebesoyika ukumbuza ngesiteto esi kanjalo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kodwa bona babengaliqondi eli, lizwi; laye lifihliwe kubo, ukuze bangaliboni. Babesoyika nokumbuza ngalo eli lizwi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kodwa bona babengaliqondi eli, lizwi; laye lifihliwe kubo, ukuze bangaliboni. Babesoyika nokumbuza ngelo lizwi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kodwa bona babengaliqondi eli lizwi – lalifihlakele kubo. Babesoyika nokumbuza ngalo.