Luke 9:46 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwaye kuvuka impikisano pakati kwabo, yokuti, ngubanina wakubo ongaba mkulu kwabanye.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke kaloku kwangena ukucamanga phakathi kwabo kokuthi, angaba ngubani na omkhulu phakathi kwabo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kwabakho ke ukubuzana phakathi kwabo, kokuthi, nguwuphi na kubo omkhulu;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke kaloku babephikisana ngokuba nguwuphi na omkhulu phakathi kwabo.