Luke 9:47 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wati u‐Yesu wabona ukucamanga kwentliziyo yabo, wabamba umntwana, wammisa ngakuye,
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ekubonile ke uYesu ukucamanga kwentliziyo yabo, uthabathe umntwanana, wammisa ngakuye.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ekubonile ke uYesu ukucamanga kwentliziyo yabo, uthabathe umntwanana, wammisa ngakuye.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UYesu ke, ezazi iingcamango zeentliziyo zabo, uthathe umntwana, wammisa ngakuye,