Luke 9:53 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Akamamkela ke, kuba ubuso bake bebusinga e‐Yerusaleme.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Akamamkela, ngokuba ubuso bakhe bebubheke eYerusalem.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Akamamkela, ngokuba ubuso bakhe bebubheke eYerusalem.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
kodwa amaSamariya akavumanga ukumamkela, kuba uYesu wayesinga eJerusalem.