Luke 9:57 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwaye kute ekuhambeni kwabo endleleni, watsho umntu otile kuye ukuti: Ndokulandela, apo usukuba uhambela kona, Nkosi!
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kwathi ke, bakubon ukuba bayahamba ngendlela, wathi othile kuye, Ndiya kukulandela, apho uthe waya khona, Nkosi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke kaloku kwathi, bakubon’ ukuba bayahamba ngendlela, wathi othile kuye, Ndiya kukulandela, apho uthe waya khona, Nkosi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kwathi, besendleleni, othile wathi kuYesu: “Nkosi, ndiya kuba ngumlandeli wakho, ndiye naphi na apho uthe waya khona.”