Luke 9:59 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wayesiti kwomnye: Ndilandele. Kodwa wati: Nkosi! ndivumele ukuba ndihambe nditi tanci ndiye kuncw̔aba ubawo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi ke kuwumbi, Ndilandele. Uthe ke yena, Nkosi, ndivumele khe ndimke, ndiye kungcwaba ubawo kuqala.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi ke kuwumbi, Ndilandele. Uthe ke yena, Nkosi, ndivumele ndiye kungcwaba ubawo kuqala.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wathi komnye: “Yiba ngumlandeli wam.” Ke yena wathi: “Nkosi, ndivumele ndiye kungcwaba ubawo kuqala.”