Luke 9:7 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kekaloku u‐Herodi inkosi weva zonke izinto ezibe zisenziwa nguye; wayexakekile, ngokuba kube kusitwa ngabanye: u‐Johane uvukile ekufeni;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke kaloku uHerode, umphathi wesahlulo sesine selizwe, waziva zonke izinto ezenziwayo nguye; wesuka wathingaza, ngenxa yokuba bekusithiwa ngabanye, Kuvuke uYohane kwabafileyo;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke kaloku uHerode, umphathi wesahlulo sesiné selizwe, waziva zonke izinto ezenziwayo nguye;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UHerode, owayephethe kuloo mmandla, waziva zonke izinto ezenziweyo nguYesu. Wasuka wanexhala, kuba kwakusithiwa: “Kuvuke uYohane kwabafileyo;”