Luke 9:8 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
nangabanye: u‐Elija ubonakele; nangabanye: Owabaprofite bakudala ubuye wavuka.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
kuthiwe ke ngabanye, Kubonakale uEliya; kuthiwe ngabanye, Kubuye kwavuka umprofeti wakuwo amanyange.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
kuthiwe ke ngabanye, Kubonakale uEliya; kuthiwe ngabanye, Kubuye kwavuka umprofeti wakuwo amanyange.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
kusithiwa: “Kubonakele uEliya;” kusithiwa ngabanye: “Kubuye kwavuka *umshumayeli wexesha lamanyange.”