Malachi 1:5 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Aya kubona namehlo enu, naniya kuti: Uyehova makenzwe mkulu kwa semdeni wakwa‐Sirayeli.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Amehlo enu aya kubona, nithi ke nina, Mkhulu uYehova phezu komda wakwaSirayeli.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Amehlo enu aya kukubona oko, nithi, Mkhulu uYehova emdeni wakwaSirayeli;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Nani ke niya kuyibona ngawenu amehlo le nto, nitsho nithi: ‘Hayi ke kambe ubungangamsha bukaNdikhoyo! Bufikelela nangaphaya kwemida yakwaSirayeli!’ ”