Malachi 1:9 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngako kaloku, bongozani utixo, ukuba asipate ngofefe: kuhlile oku ngani; wobubuka ubuso benu na? utsho uyehova wemikosi.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kaloku ke, khanimbongoze uThixo, ukuba asibabale; kuvele esandleni senu oku; womnonelela ke umntu ngenxa yenu na? utsho uYehova wemikhosi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kaloku ke khanimbongoze uThixo, ukuba abe nenceba kuthi; utsho uYehova wemikhosi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Ke ngoko khanimbongoze uThixo ukuze asenzele inceba! Oku kwenziwe zizandla zenu; ngaba uya kunamkela na?” Utsho uNdikhoyo onamandla onke.