Malachi 2:9 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngako nam ndinenzile abadelekileyo nabatobekileyo pambi kwabo bonke abantu; ngokokuba ningagcinanga indlela zam, kodwa nipete umteto ngokuketa abantu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Nam ndinenza abadelekileyo nabathobekileyo ebantwini bonke, ngokokuba ningazigcinanga iindlela zam, nesuka nanonelela umntu emyalelweni.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngoko ke nam ndaninenza abadelekileyo nabangenamsebenzi ebantwini bonke, ngenxa yokuba anizigcinanga iindlela zam, kodwa naba nomkhethe emthethweni.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Ngenxa yoko nam ndonenza nideleke, nibe ngabahlazekileyo ebantwini bonke. Kaloku anizigcinanga iindlela zam, suka naba nesheyi kwimicimbi ephathelele emthethweni.”