Malachi 3:8 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Woti umntu ampange utixo na? Nipangile mna noko. Kanti niti: Sikupangile nganina? Ngamashumi nangeminikelo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Umntu angamqhatha na uThixo, ukuba nindiqhathe nje? Nithi ke, Sitheni na ukukuqhatha? Kwizishumi nemirhumo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Umntu angamtshabalalisa na uThixo? Usandidinga. Kodwa uthi: Sakubela ntoni? Izishumi neminikelo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Umntu angamqhatha na uThixo? Kanti nina niyandiqhatha! “Nobuza ke nithi: ‘Sikuqhatha kanjani na?’ “Kaloku nindenzela ubuqhophololo kwizishumi nakwiminikelo.