Malachi 4:2 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa nina niloyikayo igama lam, ilanga lobulungisa lonipumela, linokupilisa emapikweni alo; naniya kupuma, nidlobe njengamatole asesitaleni.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke kuni, nina baloyikayo igama lam, ilanga lobulungisa liya kuphuma, linophiliso emaphikweni alo. Niya kuphuma nidlobe, njengamankonyana asesitalini, nibaxovule abangendawo;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke kuni, nina baloyikayo igama lam, ilanga lobulungisa liya kuphuma, linophiliso phantsi kwamaphiko alo; yaye niya kuphuma nize nikhule njengamathole asesitalini.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke kuni, nina balihlonelayo igama lam, ilanga lobulungisa liya kuphuma linempilo emaphikweni alo. Niya kukhululeka nidlobe njengamankonyana ephuma esibayeni.

Recommended Reading