Mark 1:14 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
KEKALOKU emveni kwokunikelwa kuka‐Johane entolongweni, weza u‐Yesu e‐Galili, eshumayela ivangeli yobukumkani bukatixo,
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke kaloku emveni kokufakwa kukaYohane entolongweni, weza uYesu kwelaseGalili, evakalisa iindaba ezilungileyo zobukumkani bukaThixo,
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke kaloku emveni kokufakwa kukaYohane entolongweni, weza uYesu kwelaseGalili, eshumayela iindaba ezilungileyo zobukumkani bukaThixo,
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Emva kokubanjwa kukaYohane, uYesu waya eGalili, evakalisa iindaba ezimnandi ezivela kuThixo,