Mark 1:2 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
njengokuba kuba̔liwe ebaprofiteni ngokuti: Bona ke, ndiyatuma isitunywa sam pambi kwobuso bako, esiya kulungisa indlela yako pambi kwako:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Njengoko kubhaliweyo ebaprofetini, kwathiwa, Yabona, mna ndithuma umthunywa wam ngaphambi kobuso bakho, Oya kuyilungisa indlela yakho phambi kwakho.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Njengoko kubhaliweyo ebaprofetini, kwathiwa, Yabona, mna ndithuma umthunywa wam ngaphambi kobuso bakho, Oya kuyilungisa indlela yakho phambi kwakho.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kunjengoko umshumayeli uIsaya walithethayo ilizwi likaThixo esithi: “Naso isigidimi sam esiya kukwandulela sikugabulele izigcawu.