Mark 1:22 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Baye bemangaliswa ke pezu kwesifundiso sake; ngokuba ebebafundisa njengonegunya, bekungenjengababa̔li.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Bakhwankqiswa kukufundisa kwakhe; ngokuba ebebafundisa njengonegunya, engafundisi njengabo ababhali.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Bakhwankqiswa kukufundisa kwakhe; ngokuba ebebafundisa njengonegunya, engafundisi njengabo ababhali.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Bamangaliswa abantu kukufundisa kwakhe, kuba wayefundisa ngegunya, engafundisi njengabachazi-mthetho.