Mark 1:23 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwaye kuko endlwini yentlanganiso yabo umntu enomoya onco̔lileyo; waza wadanduluka,
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kwaye kukho endlwini yabo yesikhungu umntu onomoya ongcolileyo; wakhala,
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kwaye kukho endlwini yabo yesikhungu umntu onomoya ongcolileyo; wadanduluka wathi,
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kwakukho umntu onendimoni endlwini yesikhungo apho, owayekhala esithi: