Mark 1:28 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Lwaselusuka lwapuma udumo lwake lwaya kulo lonke ilizwe langase‐Galili.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Lwaphuma ke kwaoko udumo lwakhe; lwaya kuwo wonke ummandla welaseGalili.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Lwaphuma ke kwaoko udumo lwakhe; lwaya kuwo wonke ummandla welaseGalili.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Lwathi ke udumo lukaYesu lwavakala kulo lonke elaseGalili.