Mark 1:30 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kekaloku umkwekazi ka‐Simone ebelele, esifa licesine; baza basebemxelela ngaye.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke kaloku umkhwekazi kaSimon wayelele, esifa yicesina;bamxelela ngaye kwaoko.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke umkhwekazi kaSimon wayelele phantsi ebanjwe yicesina, baza bamxelela kwaoko.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke umkhwekazi kaSimon wayelele, egula yifiva, baza bamxelela uYesu ukuba akaphilanga.