Mark 1:31 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wayesiza wabamba isandla sake, wamsukisa; lamyeka icesine kwa oko, wabakonza ke.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Weza ke kuye, wamvusa embambe ngesandla; yamyeka kwaoko icesina, wabalungiselela.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wasondela kuye, wayibamba ngesandla, wayiphakamisa; yamyeka kwaoko icesina, wabalungiselela.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Waya kuye uYesu, wamphakamisa embambe ngesandla; yaphela kwangoko loo fiva, waza wabalungiselela ukutya.