Mark 1:33 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Saye isixeko sonke sibe sibutelene ngasemnyango.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Waye umzi wonke uhlanganisene ndawonye emnyango apho.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Waye umzi wonke uhlanganisene ndawonye emnyango apho.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Bonke abantu baloo dolophu babehlanganisene ngasemnyango apho.