Mark 1:34 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza wabapilisa abaninzi ababesifa zizifo ngezifo; nedemoni ezininzi waziku̔pa, engazivumeli ke ukuba zitete idemoni, ngokuba zibe zimazi yena.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Waphilisa babaninzi ababesifa zizifo ngezifo; wakhupha needemon ezininzi; waye engazivumeli iidemon ukuba zithethe, kuba bezimazi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Waphilisa babaninzi ababesifa zizifo ngezifo; wakhupha needemon ezininzi; waye engazivumeli iidemon ukuba zithethe, kuba bezimazi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UYesu ke waphilisa abaninzi abagula zizifo ngezifo, ekhupha neendimoni. Iindimoni ezi wayengazivumeli ukuba zithethe, kuba zazimazi.