Mark 1:36 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Baza bamputuma u‐Simone nabo babenaye.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Bamphuthuma ooSimon nabo babenaye.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Bamlandela ooSimon nabo babenaye.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
USimon nâbo babenaye baya kumfuna.