Mark 1:38 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wayesiti kubo: Masihambe siye ezinqilini ezikufupi, ndize ndishumayele nakona; ngokuba ndivelele oku.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Athi kubo, Masihambe siye emizini ekufuphi, ukuze nakhona ndivakalise iindaba ezilungileyo, kuba ndiphumele oko.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi kubo, Masihambe siye emizini ekufuphi, ukuze nakhona ndivakalise iindaba ezilungileyo, kuba ndiphumele oko.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kambe ke yena wathi kubo: “Masihambe siye kwezinye iidolophu zalapha, ukuze nakhona ndizivakalise iindaba ezimnandi. Kaloku ndizele kanye loo nto.”