Mark 1:39 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza washumayela ezindlwini zentlanganiso zabo kuyo yonke i‐Galili, waku̔pa nedemoni.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wayevakalisa ke ezindlwini zabo zesikhungu kulo lonke elaseGalili, ezikhupha needemon.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wayevakalisa ke ezindlwini zabo zesikhungu kulo lonke elaseGalili, ezikhupha needemon.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Walityhutyha lonke elaseGalili, eshumayela *ezindlwini zesikhungo, ekhupha iindimoni.