Mark 1:4 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Weza u‐Johane ebapitizesha entlango, eshumayela ubapitizesho lwoguquko kube kukuxolelwa kwezono.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kwaye kukho uYohane, ebhaptiza entlango, evakalisa ubhaptizo lwenguquko, ukuze kuxolelwe izono.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kwaye kukho uYohane, ebhaptiza entlango, evakalisa ubhaptizo lwenguquko, ukuze kuxolelwe izono.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Entlango ke kwabonakala uYohane ebhaptiza, eshumayela ukuba abantu mabaguquke babhaptizwe, aze uThixo abaxolele izono zabo.