Mark 1:8 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Mna okunene ndinibapitizeshile ngamanzi; kodwa yena wonibapitizesha ngomoya oyingcwele.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Mna okunene ndanibhaptiza ngamanzi, ke yena uya kunibhaptiza ngoMoya oyiNgcwele.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Mna okunene ndanibhaptiza ngamanzi, kodwa yena uya kunibhaptiza ngoMoya oyiNgcwele.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Mna okunene ndinibhaptiza ngamanzi, kodwa yena uya kunibhaptiza ngoMoya oyiNgcwele.”