Mark 10:1 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
KEKALOKU esukile apo, weza emideni yase‐Judeya, ngecala elingapesheya kwe‐Yoredane: zati izihlwele zabutela kuye kanjako; waza wazifundisa kanjako, njengokuba ebeqelile ukwenje njalo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Esukile apho, uze kungena emideni yakwaYuda, ecanda kweliphesheya kweYordan. Kubuya kuhlanganiselane izihlwele kuye; ubesithi ke, njengoko ebeqhele ngako, abuye azifundise.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Esukile apho, uze kungena emideni yakwaYuda, ecanda kweliphesheya kweYordan. Wabuya wabafundisa ngokwesiqhelo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Emkile apho, uYesu waya kwelakwaJuda naphesheya kweJordan. Kwabuya ke kwahlanganisana izihlwele ngakuye, waza wathi ngokwesiqhelo sakhe wazifundisa.