Mark 10:13 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwaza kwaziswa kuye abantwana, ukuze abacu̔kumise; koko abadisipile babebatetisa abo babebazisa.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Baye bezisa abantwana kuye ukuze abachukumise; basuka abafundi babakhalimela abo babazisayo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kwaye bezisa abantwana kuye ukuze abachukumise; basuka abafundi babakhalimela abo babazisayo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kwathi xa kwakuziswa abantwana kuYesu ukuba abachukumise, basuka abafundi babakhalimela abo babazisayo.