Mark 10:14 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa akubona oko u‐Yesu, waqumba kakulu, wati kubo: Vumelani abantwana ukuza kum, ize ningabaleli; ngokuba ubukumkani bukatixo bubobabanjalo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke kaloku ekubonile oku uYesu, wacaphuka, wathi kubo, Bavumeleni abantwana beze kum, ningabaleli: ngokuba ubukumkani bukaThixo bubobabo banjalo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke kaloku ekubonile oku uYesu, wacaphuka, wathi kubo, Bavumeleni abantwana beze kum, ningabaleli: ngokuba ubukumkani bukaThixo bubobabo banjalo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke kaloku ekubonile oku uYesu, wakhathazeka, wathi kubo: “Bayekeni abantwana beze kum, ningabanqandi, kuba ábalawulwa nguThixo ngabanjengabo.