Mark 10:16 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza wabasingata ngengalo, wabeka izandla pezu kwabo, wabatamsanqelisa.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Waza wabawola, wazibeka izandla phezu kwabo, wamana ebasikelela.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Waza wabawola, wabeka izandla phezu kwabo, wabasikelela.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Waza wabasingatha abantwana, wabasikelela ebabeka izandla.