Mark 10:22 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa wati kunubembe ngelozwi, wemka elusizi; ngokuba ebe enazo imfuyo ezininzi.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi ke khunubembe ngelo zwi, wemka ebuhlungu; kuba ebenemfuyo eninzi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi ke khunubembe ngelo zwi, wemka ebuhlungu; kuba ebenemfuyo eninzi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wadana akukuva oko, wemka ebuhlungu, kuba wayesisinhanha.