Mark 10:27 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Koko u‐Yesu ebakangele wati: Ebantwini akwenzeki oku, kodwa aku kokungenzekiyo kutixo; ngokuba zonke izinto zisenzeka kutixo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ondele ke kubo uYesu, uthi, Kubantu akunakwenzeka; kuye yena uThixo akunakuba kungenzeki; kuba zonke izinto zinako ukwenzeka kuye uThixo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ondele ke uYesu, wathi kubo, Kubantu akunakwenzeka; kuye yena uThixo akunakuba kungenzeki; kuba zonke izinto zinako ukwenzeka kuye uThixo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ondele kubo, uYesu wathi: “Kubantu oku akunakwenzeka, kodwa kuThixo akunakungenzeki, kuba zonke izinto zinokwenzeka kuThixo.”