Mark 10:30 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
ongayi kuti kaloku nje kwelixesha amkele ngekulu, izindlu, nabaninawe, nodade, nonina, nabantwana, namasimi, kunye nazo intshutshiso, nakwelolizwe lizayo obomi obungunapakade.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
ongayi kuthi amkeliswe kalikhulu: ngoku ngeli xesha, izindlu, nabazalwana, noodade, noonina, nabantwana, namasimi, ndawonye neentshutshiso; nakwelizayo iphakade, ubomi obungunaphakade.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
ongayi kuthi amkeliswe kalikhulu: ngoku ngeli xesha, izindlu, nabazalwana, noodade, noonina, nabantwana, namasimi, ndawonye neentshutshiso; nakwelizayo iphakade, ubomi obungunaphakade.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
ongayi kuthi amkele kalikhulu: izindlu, nabantakwabo, noodade wabo, noonina, nabantwana, namasimi, zikunye neentshutshiso kweli phakade; aze ke athi kwelizayo iphakade amkele ubomi obungunaphakade.