Mark 10:40 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
kodwa ukuhlala ngasekunene kum nangasekohlo kum asi kuko okwam ukupa, kupela ukupa abo balungiselwe kona.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
kodwa kona ukuhlala ngasekunene kwam nangasekhohlo kwam, asikwam ukupha ngako, ngaphandle kokupha abo kulungiselwe bona.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kodwa kona ukuhlala ngasekunene kwam nangasekhohlo kwam, asikwam ukupha ngako; kodwa kuya kunikwa abo kulungiselwe bona.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
kodwa kona ukwaba izikhundla akulolungelo lam. Ezo zikhundla zezâbo bazilungiselelweyo nguThixo.”