Mark 10:5 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza wapendula u‐Yesu wati kubo: Ngenxa yobulukuni bentliziyo zenu waniba̔lela lomyalelo;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Waphendula uYesu wathi kubo, Ngokuba lukhuni kwentliziyo yenu, wanibhalela loo mthetho;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Waphendula uYesu wathi kubo, Ngokuba lukhuni kwentliziyo yenu, wanibhalela loo mthetho;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Waphendula uYesu wathi kubo: “Wanibhalela lo mthetho ngenxa yokuba lukhuni kweentliziyo zenu,