Mark 10:6 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
kodwa kwa sekuqaleni kwokudalwa, utixo wabenza indoda nomfazi.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
kodwa kwasekuqalekeni kokudalwa, uThixo wabenza bayindoda nenkazana.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kodwa kwasekuqalekeni kwendalo, uThixo wabenza baba yindoda nenkazana.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
kodwa kwasekuqalekeni kokudalwa ‘uThixo wabenza bayindoda nomfazi.