Mark 11:14 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza wapendula u‐Yesu, wati kuwo: Makungabi satyiwa ngumntu isiqa̔mo kuwe kude kube ngunapakade. Babesiva ke abadisipile bake.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Waphendula uYesu wathi kuwo, Makungaze kudle mntu siqhamo kuwe naphakade. Baye besiva ke abafundi bakhe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Waphendula uYesu wathi kuwo, Makungaze kudle mntu siqhamo kuwe naphakade. Beva abafundi bakhe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UYesu ke wathi kuwo umkhiwane: “Ze kungaze kutyiwe siqhamo kuwe naphakade!” Babesiva abafundi bakhe.