Mark 11:19 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza wati, nxa kuse kuhlwile, wapuma pandle kwesixeko.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Uthe ke kwakuhlwa waphuma, waya ngaphandle komzi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kwathi kwakuhlwa, waphuma waya ngaphandle komzi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kwakuhlwa, uYesu nabafundi bakhe baphuma esixekweni.