Mark 11:22 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza wapendula u‐Yesu wati kubo: Yibani nokolo kutixo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Uphendule uYesu wathi kubo, Yibani nokukholwa kuThixo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Uphendule ke uYesu wathi kubo, Yibani nokholo kuThixo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Waphendula uYesu wathi kubo: “Kholwani kuThixo. Ndithi kuni, inene,