Mark 11:28 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
bati kuye: Uzenza ezizinto ngegunya lanina? kanjalo ngubanina owanika eligunya kuwe, lokuba ezizinto uzenze?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
bathi kuye, Uzenza ezi zinto ngagunya lini na? Kanjalo ngubani na okunike eli gunya lokuze ezi zinto uzenze?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
bathi kuye, Uzenza ezi zinto ngagunya lini na? Ngubani na okunike eli gunya lokwenza ezi zinto?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Bona bambuza besithi: “Ezi zinto uzenza ngagunya lini na? Ingubani na kakade okunike elo gunya lokwenza ezi zinto?”