Mark 11:3 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Nokuba umntu uti kuni: Yinina ukuba nenze oku? yitini: Inkosi iyalifuna; wosel’ elituma apa ke.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Nokuba ubani uthe kuni, Yini na ukuba nikwenze oko? nothi, Liyafuneka eNkosini; wothi kwaoko ke alithumele apha.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Nokuba ubani uthe kuni, Yini na ukuba nikwenze oko? yithini iNkosi iyalifuna; wothi kwaoko alithumele apha.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ukuba ubani uthe kuni: ‘Kutheni na ukuba nikwenze oku?’ ze nithi: ‘Iyafuneka eNkosini. Iza kubuyiswa kwangoku.’ ”