Mark 11:32 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Koko ukuba siti: Ebantwini; bebesoyika abantu; ngokuba kwa bonke bebembala u‐Johane ukuba ebengumprofite ngokwenyaniso.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kodwa ukuba sithe, Lwaluphuma ebantwinibabesoyika abantu; kuba bonke babebambe ukuthi uYohane ubengumprofeti inene.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ukuba ke sithe, Lwaphuma ebantwini; baye besoyika abantu; kuba bonke babebambe ukuthi uYohane ubengumprofeti inene.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngaba sinokuthi: ‘Lwaluvela ebantwini’?” – kodwa babesoyika isihlwele, kuba bonke babesithi uYohane *wayengumshumayeli ngokwenene.